1 Kronike 11:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ngoko uDavide wathi: “Nabani na oxabela amaYebhusi kuqala, uza kuba ngumphathi wamajoni.”* UYowabhi+ unyana kaTseruya wenyuka kuqala, waza waba ngumphathi wamajoni.
6 Ngoko uDavide wathi: “Nabani na oxabela amaYebhusi kuqala, uza kuba ngumphathi wamajoni.”* UYowabhi+ unyana kaTseruya wenyuka kuqala, waza waba ngumphathi wamajoni.