1 Kronike 11:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Wathi: “Andinakuyenza le nto, kuba ndoyika uThixo! Ndimele ndilisele na igazi lamadoda abeke ubomi bawo* esichengeni?+ Kuba awazise ngokubeka esichengeni ubomi bawo.”* Ngoko zange avume ukuwasela. Ezo zizinto ezenziwa ngala makroti mathathu. 1 Kronike ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:19 IMboniselo,11/15/2012, iphe. 6
19 Wathi: “Andinakuyenza le nto, kuba ndoyika uThixo! Ndimele ndilisele na igazi lamadoda abeke ubomi bawo* esichengeni?+ Kuba awazise ngokubeka esichengeni ubomi bawo.”* Ngoko zange avume ukuwasela. Ezo zizinto ezenziwa ngala makroti mathathu.