7 Wathi kuYuda: “Masizakheni ezi zixeko size sizibiyele ngeendonga, sizijikeleze ngeenqaba,+ sifake iigeyithi neentsimbi. Kuba ilizwe liselelethu kuba siye samfuna uYehova uThixo wethu. Simfunile, yaye yena usiphumzile macala onke.” Ngoko baphumelela ekwakheni kwabo.+