Ezra 3:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Bacula betshintshiselana,+ bedumisa yaye bebulela uYehova besithi, “kuba ulungile; uya kuhlala emthanda ngonaphakade uSirayeli.”+ Emva koko bonke abantu bakhwaza kakhulu bedumisa uYehova, kuba isiseko sendlu kaYehova sasigqityiwe.
11 Bacula betshintshiselana,+ bedumisa yaye bebulela uYehova besithi, “kuba ulungile; uya kuhlala emthanda ngonaphakade uSirayeli.”+ Emva koko bonke abantu bakhwaza kakhulu bedumisa uYehova, kuba isiseko sendlu kaYehova sasigqityiwe.