Estere 10:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Kuba uMordekayi umYuda wayengowesibini ngobukhulu emva koKumkani uAhaswerosi. Wayemkhulu* phakathi kwamaYuda yaye ehlonitshwa ngabaninzi kubantakwabo, esebenzela ukuba kulungelwe abantu bakowabo yaye eyimela intlalo-ntle yayo yonke inzala yabo.
3 Kuba uMordekayi umYuda wayengowesibini ngobukhulu emva koKumkani uAhaswerosi. Wayemkhulu* phakathi kwamaYuda yaye ehlonitshwa ngabaninzi kubantakwabo, esebenzela ukuba kulungelwe abantu bakowabo yaye eyimela intlalo-ntle yayo yonke inzala yabo.