Yeremiya 1:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Nakanjani na baza kulwa nawe,Kodwa abazukukoyisa,Kuba ‘ndinawe,+ ukuze ndikusindise,’” utsho uYehova. Yeremiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:19 UYeremiya, iphe. 88-89 IMboniselo,4/1/2000, iphe. 17
19 Nakanjani na baza kulwa nawe,Kodwa abazukukoyisa,Kuba ‘ndinawe,+ ukuze ndikusindise,’” utsho uYehova.