Hezekile 20:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Ndabazisa kwilizwe endandifunge ukuba ndiza kubanika lona.+ Bathi bakubona zonke iinduli eziphakamileyo nemithi enamagqabi,+ baqalisa ukwenza imibingelelo neminikelo yabo ecaphukisayo. Banikela apho amavumba abo amnandi neminikelo yabo eselwayo.
28 Ndabazisa kwilizwe endandifunge ukuba ndiza kubanika lona.+ Bathi bakubona zonke iinduli eziphakamileyo nemithi enamagqabi,+ baqalisa ukwenza imibingelelo neminikelo yabo ecaphukisayo. Banikela apho amavumba abo amnandi neminikelo yabo eselwayo.