Obhadiya 17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Kodwa kwiNtaba YeZiyon kuza kubakho ababalekileyo,+Yaye iza kuba ngcwele;+Kwaye indlu kaYakobi iza kuzithathela kuyo izinto zayo.+ Obhadiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 17 Imini KaYehova, iphe. 162-163
17 Kodwa kwiNtaba YeZiyon kuza kubakho ababalekileyo,+Yaye iza kuba ngcwele;+Kwaye indlu kaYakobi iza kuzithathela kuyo izinto zayo.+