22 Kodwa mna ndithi kuni, wonke umntu oqhubeka equmbele+ umzalwana wakhe uza kuphenduliswa kwinkundla yamatyala; nabani na othuka umzalwana wakhe uza kuphenduliswa kwiNkundla Ephakamileyo; kodwa yena othi, ‘Sidengendini esingento yanto!’ ufanelwe ngumlilo weGehena.+