Mateyu 6:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 “Kwakhona, nimele ningathandazi njengabahanahanisi,+ kuba bona bathanda ukuthandaza bemi kwizindlu ekukhonzelwa kuzo* nakwiikona zezitrato ezikhulu ukuze babonakale ebantwini.+ Ndiyaniqinisekisa ukuba, abazukufumana mvuzo kuThixo. Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 6:5 IMboniselo,10/1/2010, iphe. 11 2/15/2009, iphe. 15-16 Umntu Obalaseleyo, isahl. 35
5 “Kwakhona, nimele ningathandazi njengabahanahanisi,+ kuba bona bathanda ukuthandaza bemi kwizindlu ekukhonzelwa kuzo* nakwiikona zezitrato ezikhulu ukuze babonakale ebantwini.+ Ndiyaniqinisekisa ukuba, abazukufumana mvuzo kuThixo.