Luka 11:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 Ilihlo lakho lisisibane somzimba. Ukuba ilihlo lakho lijonge kwinto enye,* kukhanya umzimba wakho wonke. Kodwa xa ilihlo lakho lingalunganga,* nomzimba wakho wonke usebumnyameni.+ Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:34 Umntu Obalaseleyo, isahl. 75
34 Ilihlo lakho lisisibane somzimba. Ukuba ilihlo lakho lijonge kwinto enye,* kukhanya umzimba wakho wonke. Kodwa xa ilihlo lakho lingalunganga,* nomzimba wakho wonke usebumnyameni.+