Yohane 20:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Abanye abafundi babesithi kuye: “Siyibonile iNkosi!” Kodwa yena wathi: “Ndingekawaboni nje amanxeba ezikhonkwane ezandleni zayo, ndifake umnwe emanxebeni ayo, ndifake nesandla sam kwinxeba layo elisecaleni,+ soze ndiyikholelwe loo nto.”
25 Abanye abafundi babesithi kuye: “Siyibonile iNkosi!” Kodwa yena wathi: “Ndingekawaboni nje amanxeba ezikhonkwane ezandleni zayo, ndifake umnwe emanxebeni ayo, ndifake nesandla sam kwinxeba layo elisecaleni,+ soze ndiyikholelwe loo nto.”