IZenzo 1:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Xa wayekunye nabo, wabayalela wathi: “Ningemki eYerusalem,+ kodwa lindani into eyathenjiswa nguTata,+ le ndandinixelele ngayo.
4 Xa wayekunye nabo, wabayalela wathi: “Ningemki eYerusalem,+ kodwa lindani into eyathenjiswa nguTata,+ le ndandinixelele ngayo.