IZenzo 27:39 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 39 Kwathi xa kuqalisa ukukhanya, babona ilizwe abangalaziyo,+ kodwa babona unxweme, baza bazimisela ukuba baza kuyimisa apho inqanawa.
39 Kwathi xa kuqalisa ukukhanya, babona ilizwe abangalaziyo,+ kodwa babona unxweme, baza bazimisela ukuba baza kuyimisa apho inqanawa.