-
IZenzo 28:6IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
6 Babelindele ukuba wayeza kudumba okanye awe ngequbuliso afe. Emva kokulinda ixesha elide baza babona ukuba akukho nto yenzekayo kuye, bayitshintsha ingqondo yabo baza bathi unguthixo.
-