Roma 7:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Ngoko ke ngaba ndabulawa yinto elungileyo? Hayi! Ndabulawa sisono, ukuze kubonakale ukuba siso esibangela ndife, sisebenzisa into elungileyo,+ ukuze ngenxa yomthetho isono sibe sibi ngaphezu kokuba sinjalo.+
13 Ngoko ke ngaba ndabulawa yinto elungileyo? Hayi! Ndabulawa sisono, ukuze kubonakale ukuba siso esibangela ndife, sisebenzisa into elungileyo,+ ukuze ngenxa yomthetho isono sibe sibi ngaphezu kokuba sinjalo.+