2 Korinte 12:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kodwa yathi kum: “Ububele bam* esele ndikwenzele bona bukwanele, kuba amandla am abonakala ngokupheleleyo xa wena ungenamandla.”+ Ngoko ke, ndiza kuqhayisa ndivuya ngokungabi namandla kwam, ukuze amandla kaKristu ahlale njengentente phezu kwam. 2 Korinte ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 12:9 IMboniselo,6/15/2008, iphe. 6 12/15/2006, iphe. 24 8/1/2005, iphe. 21-22 2/15/2002, iphe. 18-19 3/1/2000, iphe. 4
9 Kodwa yathi kum: “Ububele bam* esele ndikwenzele bona bukwanele, kuba amandla am abonakala ngokupheleleyo xa wena ungenamandla.”+ Ngoko ke, ndiza kuqhayisa ndivuya ngokungabi namandla kwam, ukuze amandla kaKristu ahlale njengentente phezu kwam.
12:9 IMboniselo,6/15/2008, iphe. 6 12/15/2006, iphe. 24 8/1/2005, iphe. 21-22 2/15/2002, iphe. 18-19 3/1/2000, iphe. 4