1 Timoti 5:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Ukuba kukho umfazi okholwayo onabantu azalana nabo abangabahlolokazi, makabancede ukuze ibandla lingabi namthwalo umninzi. Ngoko ibandla linokunceda abo bangabahlolokazi nyhani.*+
16 Ukuba kukho umfazi okholwayo onabantu azalana nabo abangabahlolokazi, makabancede ukuze ibandla lingabi namthwalo umninzi. Ngoko ibandla linokunceda abo bangabahlolokazi nyhani.*+