ISityhilelo 22:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 “Ndithi kubo bonke abantu abawevayo amazwi esiprofeto alo msongo: Ukuba nabani na uyongeza kwezi zinto,+ uThixo uza kumongezela izibetho ezibhalwe kuwo.+
18 “Ndithi kubo bonke abantu abawevayo amazwi esiprofeto alo msongo: Ukuba nabani na uyongeza kwezi zinto,+ uThixo uza kumongezela izibetho ezibhalwe kuwo.+