Genesis 47:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Emva koko bathi kuFaro: “Size kuhlala njengabaphambukeli kweli lizwe,+ kuba abakhonzi bakho abanawo amadlelo omhlambi,+ kuba indlala iqatha ezweni lakwaKanan.+ Khawuncede, ke ngoko, ubavumele abakhonzi bakho bahlale ezweni laseGoshen.”+
4 Emva koko bathi kuFaro: “Size kuhlala njengabaphambukeli kweli lizwe,+ kuba abakhonzi bakho abanawo amadlelo omhlambi,+ kuba indlala iqatha ezweni lakwaKanan.+ Khawuncede, ke ngoko, ubavumele abakhonzi bakho bahlale ezweni laseGoshen.”+