Genesis 48:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngako oko oonyana bakho ababini abazalelwe ezweni laseYiputa ngaphambi kokuza kwam kuwe apha eYiputa, ngabam.+ UEfrayim noManase baya kuba ngabam njengoRubhen noSimeyon.+
5 Ngako oko oonyana bakho ababini abazalelwe ezweni laseYiputa ngaphambi kokuza kwam kuwe apha eYiputa, ngabam.+ UEfrayim noManase baya kuba ngabam njengoRubhen noSimeyon.+