Genesis 20:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wandula ke uAbhimeleki wabiza uAbraham waza wathi kuye: “Yintoni na le uyenzileyo kuthi, kwaye ndikone ngantoni na, ukuba undizisele mna nobukumkani bam isono esikhulu kangaka?+ Ibingafanele kwenziwa ke noko le nto undenze yona.”+
9 Wandula ke uAbhimeleki wabiza uAbraham waza wathi kuye: “Yintoni na le uyenzileyo kuthi, kwaye ndikone ngantoni na, ukuba undizisele mna nobukumkani bam isono esikhulu kangaka?+ Ibingafanele kwenziwa ke noko le nto undenze yona.”+