Genesis 25:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngoko uEsawu wathi kuYakobi: “Nceda, khawulezisa, undiphe ndiginye kule nto ibomvu—loo nto ibomvu, kuba ndidiniwe!” Kungenxa yoko le nto kwathiwa igama lakhe nguEdom.+ Genesis ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 25:30 IMboniselo,5/1/2002, iphe. 11
30 Ngoko uEsawu wathi kuYakobi: “Nceda, khawulezisa, undiphe ndiginye kule nto ibomvu—loo nto ibomvu, kuba ndidiniwe!” Kungenxa yoko le nto kwathiwa igama lakhe nguEdom.+