17 Waza wathi kuAdam: “Ngenxa yokuba uphulaphule ilizwi lomfazi wakho waza wadla kuwo umthi endakunika umyalelo ngawo ndathi,+ ‘Uze ungadli kuwo,’ uqalekisiwe umhlaba ngenxa yakho.+ Uya kuyidla imveliso yawo usiva ubuhlungu yonke imihla yobomi bakho.+