Genesis 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ukuba uyaguquka wenze okulungileyo, akusayi kuphakanyiswa yini na?+ Kodwa ukuba akuguquki wenze okulungileyo, isono sibuthumile ngasesangweni, sikhanuka wena;+ yaye ngaba wena uya kusongamela na?”+ Genesis ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 4:7 IMboniselo,4/15/2014, iphe. 28 1/15/2002, iphe. 22 Vukani!,10/2011, iphe. 24
7 Ukuba uyaguquka wenze okulungileyo, akusayi kuphakanyiswa yini na?+ Kodwa ukuba akuguquki wenze okulungileyo, isono sibuthumile ngasesangweni, sikhanuka wena;+ yaye ngaba wena uya kusongamela na?”+