Eksodus 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wandula uFaro wathumela, yaye khangela! akufanga nanye kwimfuyo kaSirayeli. Sekunjalo, yaqhubeka ilukhuni intliziyo kaFaro,+ waza akabandulula abantu.
7 Wandula uFaro wathumela, yaye khangela! akufanga nanye kwimfuyo kaSirayeli. Sekunjalo, yaqhubeka ilukhuni intliziyo kaFaro,+ waza akabandulula abantu.