Eksodus 14:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngako oko uYehova wayiyeka yaba lukhuni intliziyo kaFaro ukumkani waseYiputa,+ waza wabasukela oonyana bakaSirayeli, nakuba oonyana bakaSirayeli babephume ngesandla esiphakamileyo.+
8 Ngako oko uYehova wayiyeka yaba lukhuni intliziyo kaFaro ukumkani waseYiputa,+ waza wabasukela oonyana bakaSirayeli, nakuba oonyana bakaSirayeli babephume ngesandla esiphakamileyo.+