4 “‘Okanye ukuba umphefumlo uthethe ungacinganga+ ngemilebe yawo, wafunga ukwenza okubi+ okanye ukwenza okulungileyo, nangantoni na asenokuyithetha aze enze isifungo ngayo umntu engacinganga,+ ungazi, waza wabuya wakwazi oko, woba netyala lenye yezo zinto.