27 “Ukuba kuthe kwazalwa inkunzi yenkomo okanye itakane legusha eliyinkunzi okanye ibhokhwe, yohlala iintsuku ezisixhenxe ingaphantsi kukanina,+ kodwa ukususela kusuku lwesibhozo kuse phambili iya kwamkelwa ngenkoliseko ukuba kwenziwe umnikelo ngayo, umnikelo wasemlilweni kuYehova.