Levitikus 25:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 Nokuba nguyisekazi okanye unyana kayisekazi angamthenga kwakhona, okanye nasiphi na isalamane segazi senyama yakhe,+ entsatsheni yakowabo, singamthenga kwakhona. “‘Okanye ukuba isandla sakhe sithe satyeba, angazithenga kwakhona yena ngokwakhe.+
49 Nokuba nguyisekazi okanye unyana kayisekazi angamthenga kwakhona, okanye nasiphi na isalamane segazi senyama yakhe,+ entsatsheni yakowabo, singamthenga kwakhona. “‘Okanye ukuba isandla sakhe sithe satyeba, angazithenga kwakhona yena ngokwakhe.+