Numeri 19:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “‘Kodwa umntu ongahlambulukanga aze angazisulungekisi, loo mphefumlo umele unqunyulwe+ ungabikho phakathi kwalo ibandla, ngokuba uyenze inqambi ingcwele kaYehova. Awufefwanga ngamanzi okuhlambulula. Awuhlambulukanga.
20 “‘Kodwa umntu ongahlambulukanga aze angazisulungekisi, loo mphefumlo umele unqunyulwe+ ungabikho phakathi kwalo ibandla, ngokuba uyenze inqambi ingcwele kaYehova. Awufefwanga ngamanzi okuhlambulula. Awuhlambulukanga.