Numeri 21:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko uSirayeli wenza isibhambathiso kuYehova wathi:+ “Ukuba uthe wasinikela inene esi sizwana esandleni sam, nam ngokuqinisekileyo ndiya kuzitshabalalisa+ izixeko zaso.”
2 Ngoko uSirayeli wenza isibhambathiso kuYehova wathi:+ “Ukuba uthe wasinikela inene esi sizwana esandleni sam, nam ngokuqinisekileyo ndiya kuzitshabalalisa+ izixeko zaso.”