Numeri 21:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Wathi ke ngoku uYehova kuMoses: “Musa ukumoyika,+ ngokuba ndiya kumnikela esandleni sakho nabantu bakhe bonke nelizwe lakhe;+ yaye uze wenze kuye kanye njengoko wenzayo kuSihon, ukumkani wama-Amori, owayehlala eHeshbhon.”+
34 Wathi ke ngoku uYehova kuMoses: “Musa ukumoyika,+ ngokuba ndiya kumnikela esandleni sakho nabantu bakhe bonke nelizwe lakhe;+ yaye uze wenze kuye kanye njengoko wenzayo kuSihon, ukumkani wama-Amori, owayehlala eHeshbhon.”+