3 Uze ungadli nto inegwele kunye nayo kangangeentsuku ezisixhenxe.+ Ufanele uyidle kunye namaqebengwana angenagwele, isonka senkxwaleko, ngokuba waphuma ngokungxama ezweni laseYiputa,+ ukuze uwukhumbule umhla wokuphuma kwakho ezweni laseYiputa yonke imihla yobomi bakho.+