-
Yoshuwa 23:14INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
14 “Ngoku, khangela! Namhlanje ndihamba endleleni yomhlaba wonke,+ kwaye niyazi kakuhle ngeentliziyo zenu zonke nangemiphefumlo yenu yonke ukuba akusilelanga nalinye ilizwi kuwo onke amazwi alungileyo uYehova uThixo wenu awathethileyo kuni. Onke abe yinyaniso kuni. Akusilelanga nalinye ilizwi kuwo.+
-