Yoshuwa 23:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwaye kuya kuthi, kanye njengoko lonke ilizwi elilungileyo uYehova uThixo wenu alithethileyo kuni liye lafika kuni,+ ngoko uYehova uya kuzisa kuni lonke ilizwi elibi de anibhubhise kulo mhlaba ulungileyo uYehova uThixo wenu aninike wona,+
15 Kwaye kuya kuthi, kanye njengoko lonke ilizwi elilungileyo uYehova uThixo wenu alithethileyo kuni liye lafika kuni,+ ngoko uYehova uya kuzisa kuni lonke ilizwi elibi de anibhubhise kulo mhlaba ulungileyo uYehova uThixo wenu aninike wona,+