ABagwebi 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ke kaloku uYehova wathi kuGidiyon: “Abantu onabo baninzi kakhulu ukuba ndinganikela uMidiyan esandleni sabo.+ Mhlawumbi uSirayeli angazigwagwisa+ nxamnye nam, esithi, ‘Ndazisindisa ngesandla sam.’+ ABagwebi ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 7:2 IMboniselo,1/15/2005, iphe. 25-26
2 Ke kaloku uYehova wathi kuGidiyon: “Abantu onabo baninzi kakhulu ukuba ndinganikela uMidiyan esandleni sabo.+ Mhlawumbi uSirayeli angazigwagwisa+ nxamnye nam, esithi, ‘Ndazisindisa ngesandla sam.’+