ABagwebi 7:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwaye umele uphulaphule oko bakuthethayo,+ yaye emva koko izandla zakho ngokuqinisekileyo ziya komelela,+ kwaye uya kuqiniseka ngokwehlela enkampini.” Ngoko yena noPura umlindi wakhe behla baya esiphelweni sabo baxhotyiselwe idabi enkampini.
11 Kwaye umele uphulaphule oko bakuthethayo,+ yaye emva koko izandla zakho ngokuqinisekileyo ziya komelela,+ kwaye uya kuqiniseka ngokwehlela enkampini.” Ngoko yena noPura umlindi wakhe behla baya esiphelweni sabo baxhotyiselwe idabi enkampini.