2 “Ncedani, thethani, ezindlebeni zabo bonke abanini-mhlaba bakwaShekem, ‘Kukuphi na okulunge ngakumbi kuni, kukulawulwa ngamadoda angamashumi asixhenxe,+ bonke oonyana bakaYerubhahali, okanye kukulawulwa ngumntu omnye? Kwaye nimele nikhumbule ukuba ndilithambo lenu nenyama yenu.’”+