18 Akubona uDelila ukuba umtyhilele yonke intliziyo yakhe, ngoko nangoko wathumela waza wabiza iinkosi ezimanyeneyo+ zamaFilisti, esithi: “Yizani ngesi sihlandlo, kuba undityhilele yonke intliziyo yakhe.”+ Yaye iinkosi ezimanyeneyo zamaFilisti zeza kuye ukuze zizise imali ngesandla sazo.+