30 Kwaye uSamson wathi: “Umphefumlo wam mawufe+ namaFilisti.” Ngoko wagoba ngamandla, yaye indlu yawela kwiinkosi ezimanyeneyo nakubo bonke abantu ababekuyo,+ kangangokuba abafileyo awababulalayo ekufeni kwakhe baba ngaphezu kwabo wayebabulele ngexesha lokudla kwakhe ubomi.+