Rute 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko wathi: “Ngamana uYehova+ angakusikelela, ntombi yam. Ububele bakho bothando+ uye wabubonisa kakuhle ngakumbi ekugqibeleni kunasekuqaleni,+ ngokungalandeli emva kwabafo abaselula enoba bazizisweli okanye bazizityebi. Rute ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 3:10 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 47 IMboniselo,10/1/2012, iphe. 22
10 Ngoko wathi: “Ngamana uYehova+ angakusikelela, ntombi yam. Ububele bakho bothando+ uye wabubonisa kakuhle ngakumbi ekugqibeleni kunasekuqaleni,+ ngokungalandeli emva kwabafo abaselula enoba bazizisweli okanye bazizityebi.