-
1 Samuweli 15:32INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
32 Emva koko uSamuweli wathi: “Sondezani kum uAgagi ukumkani wakwa-Amaleki.” Ngoko uAgagi waya kuye emathidala, waqala nokuzixelela oku uAgagi: “Eneneni amava abuhlungu okufa agqithile.”
-