1 Samuweli 17:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Wandula ke wema ngxi waza wamemeza kwizintlu zedabi zakwaSirayeli+ waza wathi kuwo: “Kutheni na ukuba niphume ukuze nakhe uluhlu lwedabi? AndingomFilisti na mna yaye nina aningobakhonzi+ bakaSawule? Zinyuleleni indoda, ihle ize kum.
8 Wandula ke wema ngxi waza wamemeza kwizintlu zedabi zakwaSirayeli+ waza wathi kuwo: “Kutheni na ukuba niphume ukuze nakhe uluhlu lwedabi? AndingomFilisti na mna yaye nina aningobakhonzi+ bakaSawule? Zinyuleleni indoda, ihle ize kum.