39 Wandula ke uDavide wabhinqa ikrele lakhe phezu kwezambatho zakhe waza wahamba [kodwa akabanga nako], ngenxa yokuba wayengazilinganga. Ekugqibeleni wathi uDavide kuSawule: “Andikwazi kuhamba ngezi zinto, kuba andikhange ndizilinge.” Ngoko uDavide wazishenxisa kuye.+