1 Samuweli 23:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Khanincede, nihambe, nizingise ngakumbi ukuze niqinisekise nize nibone indawo yakhe oluba kuyo unyawo lwakhe—nabani na ombonileyo apho—kuba kuthiwe kum ngokuqinisekileyo yena unobuqhokolo.+
22 Khanincede, nihambe, nizingise ngakumbi ukuze niqinisekise nize nibone indawo yakhe oluba kuyo unyawo lwakhe—nabani na ombonileyo apho—kuba kuthiwe kum ngokuqinisekileyo yena unobuqhokolo.+