2 Samuweli 2:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Wathi ke uYowabhi: “Ephila nje uTHIXO oyinyaniso,+ ukuba ubungathethanga,+ ngoko ngebemke kwangokuya kwakusasa abantu, ngamnye ekulandeleni umzalwana wakhe.”
27 Wathi ke uYowabhi: “Ephila nje uTHIXO oyinyaniso,+ ukuba ubungathethanga,+ ngoko ngebemke kwangokuya kwakusasa abantu, ngamnye ekulandeleni umzalwana wakhe.”