31 Abantu ababekuso, wabakhupha ukuze ababeke ematyeni okusarhela nakwizixhobo ezibukhali zentsimbi+ nasemazembeni entsimbi, yaye wabasebenzisa ekwenzeni izitena. Kwaye leyo yayiyindlela awenza ngayo kuzo zonke izixeko zoonyana baka-Amoni. Ekugqibeleni uDavide nabantu bonke babuyela eYerusalem.