2 Samuweli 15:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Wathi ke uDavide kuItayi:+ “Hamba uze uwele.” Ngoko wawela uItayi umGati, nawo onke amadoda akhe nabantwana bakhe bonke ababenaye.
22 Wathi ke uDavide kuItayi:+ “Hamba uze uwele.” Ngoko wawela uItayi umGati, nawo onke amadoda akhe nabantwana bakhe bonke ababenaye.