33 Ngoko ukumkani waphazamiseka yaye wenyuka waya kwigumbi eliseluphahleni+ phezu kwesango waza wesuka walila; yaye njengoko wayehamba wathi: “Nyana wam Abhisalom, nyana wam, nyana wam+ Abhisalom! Owu akwaba bekufe mna, esikhundleni sakho, Abhisalom nyana wam, nyana wam!”+